1 Samuweli 30:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 iqhekeza lesonka samafiya* nezonka ezimbini zeerasintyisi. Emva kokuba ityile, yaba namandla,* kuba kwakudlule iintsuku ezintathu nobusuku obuthathu ingatyanga okanye isele manzi.
12 iqhekeza lesonka samafiya* nezonka ezimbini zeerasintyisi. Emva kokuba ityile, yaba namandla,* kuba kwakudlule iintsuku ezintathu nobusuku obuthathu ingatyanga okanye isele manzi.