-
1 Samuweli 30:15IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
15 Wathi ke uDavide kuyo: “Ungandisa kula majoni angabaphangi?” Yaphendula yathi: “Ukuba uyandifungela ngoThixo ukuba awuzukundibulala, ibe awuzukundinikezela kwinkosi yam, ndiza kukusa kuwo.”
-