1 Samuweli 30:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 Akukho nanye into eyalahlekayo, ukususela kweyona incinci ukuyokutsho kweyona inkulu. Babafumana oonyana neentombi zabo nezinto ezazithathiwe.+ UDavide wazifumana zonke izinto awayezithathile la majoni.
19 Akukho nanye into eyalahlekayo, ukususela kweyona incinci ukuyokutsho kweyona inkulu. Babafumana oonyana neentombi zabo nezinto ezazithathiwe.+ UDavide wazifumana zonke izinto awayezithathile la majoni.