-
1 Samuweli 30:22IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
22 Kodwa onke amadoda angalunganga nangoongantweni kula ayehambe noDavide athi: “Asizukubanika kwanto kwezi sibuye nazo. Mabathathe abafazi babo noonyana babo bahambe, kuba khange bahambe nathi.”
-