1 Samuweli 30:24 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 24 Ngubani onokuvumelana nani kule nto? Umntu obeyile emfazweni uza kufumana into efanayo nalowo obeshiyeke nempahla.+ Bonke baza kwabelana.”+ 1 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 30:24 IMboniselo,3/15/2005, iphe. 24
24 Ngubani onokuvumelana nani kule nto? Umntu obeyile emfazweni uza kufumana into efanayo nalowo obeshiyeke nempahla.+ Bonke baza kwabelana.”+