1 Samuweli 31:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Ngoko amnqumla intloko uSawule, athatha nezixhobo zakhe aza athumela ezo ndaba kulo lonke ilizwe lamaFilisti+ nakwizindlu* zoothixo bawo+ nakubo bonke abantu.
9 Ngoko amnqumla intloko uSawule, athatha nezixhobo zakhe aza athumela ezo ndaba kulo lonke ilizwe lamaFilisti+ nakwizindlu* zoothixo bawo+ nakubo bonke abantu.