2 Samuweli 1:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 UDavide wathi: “Kuhambe njani? Nceda undixelele.” Yathi yona: “Abantu babalekile edabini yaye abaninzi baye bafa. KwanoSawule noYonatan unyana wakhe bafile.”+
4 UDavide wathi: “Kuhambe njani? Nceda undixelele.” Yathi yona: “Abantu babalekile edabini yaye abaninzi baye bafa. KwanoSawule noYonatan unyana wakhe bafile.”+