2 Samuweli 1:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ngoko ndiye ndaya kuye ndaza ndambulala,+ kuba bendisazi ukuba soze abe saphila xa ewile onzakele. Emva koko ndiye ndathatha isithsaba ebesisentloko nesacholo ebesisengalweni yakhe, ndeza nazo apha kwinkosi yam.”
10 Ngoko ndiye ndaya kuye ndaza ndambulala,+ kuba bendisazi ukuba soze abe saphila xa ewile onzakele. Emva koko ndiye ndathatha isithsaba ebesisentloko nesacholo ebesisengalweni yakhe, ndeza nazo apha kwinkosi yam.”