2 Samuweli 1:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Benza isijwili, balila baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule, uYonatan unyana wakhe, abantu bakaYehova nendlu kaSirayeli,+ kuba babebulewe ngekrele.
12 Benza isijwili, balila baza bazila ukutya+ kwada kwangokuhlwa ngenxa kaSawule, uYonatan unyana wakhe, abantu bakaYehova nendlu kaSirayeli,+ kuba babebulewe ngekrele.