2 Samuweli 1:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 USawule noYonatan+ bebethandwa bexatyisiwe xa bebesaphila,Nasekufeni kwabo khange bahlukaniswe.+ Bebekhawuleza ngaphezu kweenkozi,+Benamandla ngaphezu kweengonyama.+
23 USawule noYonatan+ bebethandwa bexatyisiwe xa bebesaphila,Nasekufeni kwabo khange bahlukaniswe.+ Bebekhawuleza ngaphezu kweenkozi,+Benamandla ngaphezu kweengonyama.+