2 Samuweli 2:5 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 5 Ngoko ke uDavide wathumela abathunywa kumadoda aseYabheshe-giliyadi wathi kuwo: “Kwanga ningasikelelwa nguYehova, kuba niye nayithanda ngokungagungqiyo inkosi yenu uSawule, ngokuthi niyingcwabe.+
5 Ngoko ke uDavide wathumela abathunywa kumadoda aseYabheshe-giliyadi wathi kuwo: “Kwanga ningasikelelwa nguYehova, kuba niye nayithanda ngokungagungqiyo inkosi yenu uSawule, ngokuthi niyingcwabe.+