2 Samuweli 2:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 UIshe-bhosheti, unyana kaSawule, waba ngukumkani kwaSirayeli eneminyaka eyi-40, ibe walawula iminyaka emibini. Kodwa yona indlu kaYuda yayixhasa uDavide.+ 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 2:10 IMboniselo(Efundwayo),3/2017, iphe. 32
10 UIshe-bhosheti, unyana kaSawule, waba ngukumkani kwaSirayeli eneminyaka eyi-40, ibe walawula iminyaka emibini. Kodwa yona indlu kaYuda yayixhasa uDavide.+