2 Samuweli 2:23 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 23 Kodwa zange ajike. Ngoko uAbhinere wamhlaba ngomva womkhonto esiswini,+ waza umkhonto wayokuphuma emqolo. Wawa, wafela apho. Wonke umntu owayefika kwindawo awayefele kuyo uAsaheli, wayefika eme nematha.
23 Kodwa zange ajike. Ngoko uAbhinere wamhlaba ngomva womkhonto esiswini,+ waza umkhonto wayokuphuma emqolo. Wawa, wafela apho. Wonke umntu owayefika kwindawo awayefele kuyo uAsaheli, wayefika eme nematha.