-
2 Samuweli 2:26IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
26 UAbhinere wakhwaza uYowabhi wathi: “Ikrele liza kubulala kude kube nini? Awazi na ukuba umphumo uza kuba mbi kakhulu? Ngoko uza kubaxelela nini abantu ukuba bayeke ukuleqa abantakwabo?”
-