2 Samuweli 3:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide yatsala ixesha elide, ibe uDavide waya esomelela ngokomelela,+ yona indlu kaSawule yaya iphelelwa ngamandla.+
3 Imfazwe phakathi kwendlu kaSawule nendlu kaDavide yatsala ixesha elide, ibe uDavide waya esomelela ngokomelela,+ yona indlu kaSawule yaya iphelelwa ngamandla.+