2 Samuweli 3:12 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 12 Ngokukhawuleza uAbhinere wathumela abathunywa kuDavide. Wathi: “Lelikabani na ilizwe?” Waphinda wathi: “Yenza isivumelwano nam, yaye ndiza kwenza nantoni na esemandleni am* ukuze uSirayeli wonke abe kwicala lakho.”+
12 Ngokukhawuleza uAbhinere wathumela abathunywa kuDavide. Wathi: “Lelikabani na ilizwe?” Waphinda wathi: “Yenza isivumelwano nam, yaye ndiza kwenza nantoni na esemandleni am* ukuze uSirayeli wonke abe kwicala lakho.”+