2 Samuweli 3:14 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 14 Emva koko uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, lo ndamngeja ngamajwabi amaFilisti ayi-100.”+
14 Emva koko uDavide wathumela abathunywa kuIshe-bhosheti,+ unyana kaSawule, esithi: “Ndinike umfazi wam uMikali, lo ndamngeja ngamajwabi amaFilisti ayi-100.”+