2 Samuweli 3:27 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 27 Xa uAbhinere wafika eHebron,+ uYowabhi wambizela ecaleni ngaphakathi ngokungathi ufuna ukuthetha naye. Kodwa wamhlaba esiswini wafa.+ Wayebuyisa isixhiba, kuba wayebulele uAsaheli*+ umntakwabo.
27 Xa uAbhinere wafika eHebron,+ uYowabhi wambizela ecaleni ngaphakathi ngokungathi ufuna ukuthetha naye. Kodwa wamhlaba esiswini wafa.+ Wayebuyisa isixhiba, kuba wayebulele uAsaheli*+ umntakwabo.