2 Samuweli 3:28 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 28 Kamva, uthe uDavide akuva ngale nto wathi: “Mna nobukumkani bam siza kuhlala simsulwa ngonaphakade emehlweni kaYehova kwityala lokuphalaza igazi+ lika-Abhinere unyana kaNere.
28 Kamva, uthe uDavide akuva ngale nto wathi: “Mna nobukumkani bam siza kuhlala simsulwa ngonaphakade emehlweni kaYehova kwityala lokuphalaza igazi+ lika-Abhinere unyana kaNere.