2 Samuweli 3:35 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 35 Emini bonke abantu beza kunika uDavide isonka sokumthuthuzela,* kodwa uDavide wafunga wathi: “Kwanga uThixo angandohlwaya aze ongeze, ukuba ndiye ndangcamla isonka okanye nantoni na lingekatshoni ilanga!”+
35 Emini bonke abantu beza kunika uDavide isonka sokumthuthuzela,* kodwa uDavide wafunga wathi: “Kwanga uThixo angandohlwaya aze ongeze, ukuba ndiye ndangcamla isonka okanye nantoni na lingekatshoni ilanga!”+