2 Samuweli 3:38 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 38 Emva koko ukumkani wathi kwizicaka zakhe: “Anazi na ukuba namhlanje kuwe inkosana nomntu omkhulu kwaSirayeli?+
38 Emva koko ukumkani wathi kwizicaka zakhe: “Anazi na ukuba namhlanje kuwe inkosana nomntu omkhulu kwaSirayeli?+