2 Samuweli 3:39 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 39 Andinamandla namhlanje nangona ndibekwe ndaba ngukumkani.+ La madoda, oonyana bakaTseruya,+ akhohlakele kakhulu, ayandixaka.+ Kwanga uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi abenzileyo.”+
39 Andinamandla namhlanje nangona ndibekwe ndaba ngukumkani.+ La madoda, oonyana bakaTseruya,+ akhohlakele kakhulu, ayandixaka.+ Kwanga uYehova angambuyekeza umenzi wobubi ngokobubi abenzileyo.”+