2 Samuweli 4:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Bangena endlini ngokungathi bazokuthatha ingqolowa, baza bamhlaba esiswini. Emva koko uRekabhi noBhahana+ umntakwabo baqhwesha.
6 Bangena endlini ngokungathi bazokuthatha ingqolowa, baza bamhlaba esiswini. Emva koko uRekabhi noBhahana+ umntakwabo baqhwesha.