2 Samuweli 5:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngexesha uSawule wayengukumkani wethu, nguwe owawukhokela uSirayeli aye ezimfazweni.*+ UYehova wathi kuwe: ‘Uza kwalusa abantu bam uSirayeli, yaye uza kuba yinkokheli kwaSirayeli.’”+
2 Ngexesha uSawule wayengukumkani wethu, nguwe owawukhokela uSirayeli aye ezimfazweni.*+ UYehova wathi kuwe: ‘Uza kwalusa abantu bam uSirayeli, yaye uza kuba yinkokheli kwaSirayeli.’”+