2 Samuweli 5:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ngoko bonke abadala bakwaSirayeli beza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza isivumelwano nabo+ eHebron phambi koYehova. Emva koko bambeka uDavide ukuba abe ngukumkani kaSirayeli.+
3 Ngoko bonke abadala bakwaSirayeli beza kukumkani eHebron, waza uKumkani uDavide wenza isivumelwano nabo+ eHebron phambi koYehova. Emva koko bambeka uDavide ukuba abe ngukumkani kaSirayeli.+