2 Samuweli 5:9 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 9 Emva koko uDavide wahlala apho kwikhusi, yaye labizwa* ngokuba sisiXeko SikaDavide, waza uDavide waqalisa ukwakha macala onke esusela eNdulini,*+ esiza ngaphakathi.+
9 Emva koko uDavide wahlala apho kwikhusi, yaye labizwa* ngokuba sisiXeko SikaDavide, waza uDavide waqalisa ukwakha macala onke esusela eNdulini,*+ esiza ngaphakathi.+