2 Samuweli 5:19 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 19 UDavide wabuza kuYehova+ esithi: “Ndinyuke na ndiyokulwa namaFilisti? Uza kuwanikela kum?” UYehova wathi kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani ndiza kuwanikela kuwe amaFilisti.”+
19 UDavide wabuza kuYehova+ esithi: “Ndinyuke na ndiyokulwa namaFilisti? Uza kuwanikela kum?” UYehova wathi kuDavide: “Nyuka, kuba nakanjani ndiza kuwanikela kuwe amaFilisti.”+