2 Samuweli 6:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Emva koko uDavide nawo onke amadoda awayekunye naye baya eBhahale-yuda beyokuthatha iTyeya kaThixo wokwenene,+ apho abantu babelidumisa khona igama likaYehova wemikhosi,+ ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+
2 Emva koko uDavide nawo onke amadoda awayekunye naye baya eBhahale-yuda beyokuthatha iTyeya kaThixo wokwenene,+ apho abantu babelidumisa khona igama likaYehova wemikhosi,+ ohleli etroneni entla* kweekherubhi.+