2 Samuweli 6:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 U-Uza wamcaphukisa uYehova ngokwenza loo nto, waza uThixo wokwenene wambethela+ apho ngenxa yokungamhloniphi kwakhe.+ Wafela apho kufuphi neTyeya kaThixo wokwenene. 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 6:7 IMboniselo,2/1/2005, iphe. 26-27
7 U-Uza wamcaphukisa uYehova ngokwenza loo nto, waza uThixo wokwenene wambethela+ apho ngenxa yokungamhloniphi kwakhe.+ Wafela apho kufuphi neTyeya kaThixo wokwenene.