2 Samuweli 6:21 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 21 UDavide wathi kuMikali: “Bendibhiyoza phambi koYehova, lo wakhetha mna endaweni katata wakho nayo yonke indlu yakhe, nowandenza inkokheli yabantu bakaYehova amaSirayeli.+ Ngoko ndiza kubhiyoza phambi koYehova.
21 UDavide wathi kuMikali: “Bendibhiyoza phambi koYehova, lo wakhetha mna endaweni katata wakho nayo yonke indlu yakhe, nowandenza inkokheli yabantu bakaYehova amaSirayeli.+ Ngoko ndiza kubhiyoza phambi koYehova.