2 Samuweli 7:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 Lonke ixesha ebendihamba nawo onke amaSirayeli,* ngaba ikho into endakha ndayithetha kwenye yeenkokheli zesizwe sakwaSirayeli, endaziyalela ukuba zaluse abantu bam amaSirayeli, ndisithi, ‘Kutheni ningandakhelanga indlu yemisedare?’”’
7 Lonke ixesha ebendihamba nawo onke amaSirayeli,* ngaba ikho into endakha ndayithetha kwenye yeenkokheli zesizwe sakwaSirayeli, endaziyalela ukuba zaluse abantu bam amaSirayeli, ndisithi, ‘Kutheni ningandakhelanga indlu yemisedare?’”’