2 Samuweli 7:10 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ndiza kubakhethela indawo abantu bam, ndibahlalise kuyo. Baza kuhlala apho bangaphinde baphazanyiswe, yaye abenzi-bubi abazukuphinda babacinezele njengokuba benzayo ngaphambili,+
10 Ndiza kubakhethela indawo abantu bam, ndibahlalise kuyo. Baza kuhlala apho bangaphinde baphazanyiswe, yaye abenzi-bubi abazukuphinda babacinezele njengokuba benzayo ngaphambili,+