2 Samuweli 7:26 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 26 Kwanga igama lakho lingadunyiswa ngonaphakade,+ ukuze abantu bathi, ‘UYehova wemikhosi nguThixo kaSirayeli,’ yaye kwanga indlu yomkhonzi wakho uDavide ingamiselwa ingagungqiswa phambi kwakho.+
26 Kwanga igama lakho lingadunyiswa ngonaphakade,+ ukuze abantu bathi, ‘UYehova wemikhosi nguThixo kaSirayeli,’ yaye kwanga indlu yomkhonzi wakho uDavide ingamiselwa ingagungqiswa phambi kwakho.+