2 Samuweli 8:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Woyisa amaMowabhi+ wawalalisa phantsi emhlabeni, waza wawameta ngomtya. Lawo awamete ngemitya emibini wayewabulala, aze lawo awamete aphelela kumtya omnye, awasindise.+ Emva koko amaMowabhi aba zizicaka zikaDavide aza azisa umrhumo.+ 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 8:2 IMboniselo,5/15/2005, iphe. 17
2 Woyisa amaMowabhi+ wawalalisa phantsi emhlabeni, waza wawameta ngomtya. Lawo awamete ngemitya emibini wayewabulala, aze lawo awamete aphelela kumtya omnye, awasindise.+ Emva koko amaMowabhi aba zizicaka zikaDavide aza azisa umrhumo.+