2 Samuweli 8:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 UDavide woyisa uHadadezere unyana kaRehobhi ukumkani waseTsobha,+ ngoxa wayesaya kubuyisela ulawulo lwakhe kummandla ongakuMlambo UmEfrate.+
3 UDavide woyisa uHadadezere unyana kaRehobhi ukumkani waseTsobha,+ ngoxa wayesaya kubuyisela ulawulo lwakhe kummandla ongakuMlambo UmEfrate.+