2 Samuweli 8:6 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 6 Emva koko wabeka amajoni eSiriya yaseDamasko, aza amaSiriya aba zizicaka zakhe ezizisa umrhumo. Yaye uYehova wayemenza oyise* uDavide naphi na apho wayesiya khona.+
6 Emva koko wabeka amajoni eSiriya yaseDamasko, aza amaSiriya aba zizicaka zakhe ezizisa umrhumo. Yaye uYehova wayemenza oyise* uDavide naphi na apho wayesiya khona.+