-
2 Samuweli 8:10IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
10 Ngoko wathumela uYoram unyana wakhe kuKumkani uDavide ukuba ambuze ukuba uphila njani, aze avuyisane naye ngenxa yokuba oyise uHadadezere (kuba uHadadezere wayedla ngokulwa noToyi). UYoram wayephethe nezinto zesilivere, igolide nekopolo.
-