2 Samuweli 8:16 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 16 UYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi, yena uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi egcina ingxelo.
16 UYowabhi+ unyana kaTseruya wayephethe umkhosi, yena uYehoshafati+ unyana ka-Ahiludi egcina ingxelo.