2 Samuweli 8:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 UTsadoki+ unyana ka-Ahitubhi noAhimeleki unyana ka-Abhiyatare babengababingeleli, yena uSeraya engunobhala.
17 UTsadoki+ unyana ka-Ahitubhi noAhimeleki unyana ka-Abhiyatare babengababingeleli, yena uSeraya engunobhala.