2 Samuweli 9:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Kwakukho isicaka endlini kaSawule ekwakuthiwa nguTsibha.+ Ngoko basibizela kuDavide, waza wathi kuso: “UnguTsibha?” Saphendula sathi: “Ndisisicaka sakho.”
2 Kwakukho isicaka endlini kaSawule ekwakuthiwa nguTsibha.+ Ngoko basibizela kuDavide, waza wathi kuso: “UnguTsibha?” Saphendula sathi: “Ndisisicaka sakho.”