2 Samuweli 9:3 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 3 Ukumkani wathi: “Ngaba kusekho umntu oshiyekileyo kwindlu kaSawule endinokumbonisa uthando lukaThixo olungagungqiyo?” UTsibha wamphendula ukumkani wathi: “Ukho unyana kaYonatan oshiyekileyo. Ulimele ezinyaweni.”+
3 Ukumkani wathi: “Ngaba kusekho umntu oshiyekileyo kwindlu kaSawule endinokumbonisa uthando lukaThixo olungagungqiyo?” UTsibha wamphendula ukumkani wathi: “Ukho unyana kaYonatan oshiyekileyo. Ulimele ezinyaweni.”+