2 Samuweli 9:7 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 7 UDavide wathi kuye: “Sukoyika. Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthanda ngokungagungqiyo+ ngenxa kaYonatan utata wakho. Ndiza kukubuyisela wonke umhlaba kaSawule utatomkhulu wakho, ibe uza kusoloko usitya* etafileni yam.”+ 2 Samuweli ISikhokelo Sokuphanda SamaNgqina KaYehova Sika-2018 9:7 IMboniselo,5/15/2002, iphe. 19
7 UDavide wathi kuye: “Sukoyika. Ngokuqinisekileyo ndiza kukuthanda ngokungagungqiyo+ ngenxa kaYonatan utata wakho. Ndiza kukubuyisela wonke umhlaba kaSawule utatomkhulu wakho, ibe uza kusoloko usitya* etafileni yam.”+