2 Samuweli 10:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 10 Ekuhambeni kwexesha wafa ukumkani wama-Amoni,+ waza uHanuni unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+
10 Ekuhambeni kwexesha wafa ukumkani wama-Amoni,+ waza uHanuni unyana wakhe wangena ezihlangwini zakhe.+