-
2 Samuweli 10:2IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha
-
-
2 UDavide wathi: “Ndiza kumthanda ngokungagungqiyo uHanuni unyana kaNahashe, kanye ngendlela awandithanda ngayo utata wakhe.” Ngoko uDavide wathumela izicaka zakhe ukuba ziyokumthuthuzela kuba eswelekelwe ngutata wakhe. Kodwa ukufika kwezicaka zikaDavide kwilizwe lama-Amoni,
-