2 Samuweli 11:1 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 11 Ekuqaleni konyaka,* xa ookumkani bedla ngokuyokulwa iimfazwe, uDavide wathumela uYowabhi nezicaka zakhe nawo wonke umkhosi wakwaSirayeli, ukuba bayokutshabalalisa ama-Amoni, yaye bayirhangqa iRabha,+ ngoxa yena uDavide washiyeka eYerusalem.+
11 Ekuqaleni konyaka,* xa ookumkani bedla ngokuyokulwa iimfazwe, uDavide wathumela uYowabhi nezicaka zakhe nawo wonke umkhosi wakwaSirayeli, ukuba bayokutshabalalisa ama-Amoni, yaye bayirhangqa iRabha,+ ngoxa yena uDavide washiyeka eYerusalem.+