2 Samuweli 11:2 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 2 Ngenye ingokuhlwa* uDavide wavuka ebhedini yakhe waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu kakumkani.* Wathi elapho phezu kophahla wabona umfazi ehlamba, ibe lo mfazi wayeyinzwakazi.
2 Ngenye ingokuhlwa* uDavide wavuka ebhedini yakhe waza wahambahamba phezu kophahla lwendlu kakumkani.* Wathi elapho phezu kophahla wabona umfazi ehlamba, ibe lo mfazi wayeyinzwakazi.