2 Samuweli 11:4 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 4 Emva koko uDavide wathumela abathunywa ukuba bayokumthatha.+ Ukufika kwakhe, uDavide walala naye.+ (Le nto yenzeka xa lo mfazi wayezicoca ekungcoleni.*)+ Emva koko wabuyela endlini yakhe.
4 Emva koko uDavide wathumela abathunywa ukuba bayokumthatha.+ Ukufika kwakhe, uDavide walala naye.+ (Le nto yenzeka xa lo mfazi wayezicoca ekungcoleni.*)+ Emva koko wabuyela endlini yakhe.