2 Samuweli 11:8 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 8 Emva koko uDavide wathi ku-Uriya: “Yihla uye endlini yakho, uyokuphumla.”* Uthe xa ephuma apho, wathunyelelwa isipho sembeko sikakumkani.*
8 Emva koko uDavide wathi ku-Uriya: “Yihla uye endlini yakho, uyokuphumla.”* Uthe xa ephuma apho, wathunyelelwa isipho sembeko sikakumkani.*