2 Samuweli 11:15 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 15 Eleteni wathi: “U-Uriya mbekeni phambili, kweyona ndawo ishushu edabini. Emva koko buyani umva ukuze axatyelwe afe.”+
15 Eleteni wathi: “U-Uriya mbekeni phambili, kweyona ndawo ishushu edabini. Emva koko buyani umva ukuze axatyelwe afe.”+