2 Samuweli 11:17 IZibhalo Ezingcwele—INguqulelo Yehlabathi Elitsha 17 Akuphuma amadoda esixeko aza alwa noYowabhi, bambi kwizicaka zikaDavide bawa, noUriya umHiti waba ngomnye wabantu abafayo.+
17 Akuphuma amadoda esixeko aza alwa noYowabhi, bambi kwizicaka zikaDavide bawa, noUriya umHiti waba ngomnye wabantu abafayo.+